2 Usamuweli 14:11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Yathi, Ukumkani makhe amkhumbule uYehova uThixo wakhe, ukuze umphindezeli wegazi angakwandisi ukonakalisa, bangamtshabalalisi unyana wam. Wathi ke yena, Ehleli nje uYehova, akuyi kuwa nalunye unwele lonyana wakho emhlabeni.

2 Usamuweli 14

2 Usamuweli 14:8-17