2 Usamuweli 13:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathabatha ipani, wazikhuphela phambi kwakhe; akavuma ukudla. Wathi uAmnon, Mabakhutshwe abantu bonke, baphume kum. Baphuma bonke abantu kuye.

2 Usamuweli 13

2 Usamuweli 13:7-15