2 Usamuweli 13:36 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwathi, akugqiba ukuthetha, babonakala befika oonyana bokumkani, baliphakamisa ilizwi labo, balila; kananjalo ukumkani nabakhonzi bakhe bonke batsho isililo esikhulu kunene.

2 Usamuweli 13

2 Usamuweli 13:34-38