2 Usamuweli 13:34 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wabaleka uAbhisalom.Ke kaloku umfana ongumlindi waphakamisa amehlo akhe, wakhangela, nanko kusiza into eninzi yabantu, ngendlela esecaleni lentaba, bevela ngasentshonalanga.

2 Usamuweli 13

2 Usamuweli 13:29-35