2 Usamuweli 13:15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Waza uAmnon wamthiya ngentiyo enkulu kunene; ngokuba yaba nkulu intiyo awamthiya ngayo, ngaphezu kwentando abemthande ngayo. Wathi uAmnon kuye, Suka umke.

2 Usamuweli 13

2 Usamuweli 13:5-18