2 Usamuweli 13:12 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi kuye, Musa, mnakwethu, musa ukundidlwengula; ngokuba akwenjiwa nje kwaSirayeli; musa ukulenza eli nyala.

2 Usamuweli 13

2 Usamuweli 13:7-17