2 Usamuweli 13:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwathi emveni koko, uAbhisalom unyana kaDavide enodade wabo oyinzwakazi, ogama belinguTamare, wesuka uAmnon unyana kaDavide wamthanda.

2 Usamuweli 13

2 Usamuweli 13:1-7