2 Usamuweli 12:30 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wasithabatha isithsaba sokumkani wabo entlokweni yakhe; ubunzima baso bebuyitalente* yegolide, sinamatye anqabileyo; saba sentlokweni kaDavide. Waphuma namaxhoba aloo mzi, aba maninzi kunene.

2 Usamuweli 12

2 Usamuweli 12:27-31