2 Usamuweli 12:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Elihlwempu yayingenanto, kuphela yayinemvanazana encinane inye, ebiyizuzile, yayigcina; yakhulela kuyo nabantwana bayo ndaweni-nye, yadla eqhekezeni layo, yasela endebeni yayo, yalala esifubeni sayo, yanjengentombi yayo.

2 Usamuweli 12

2 Usamuweli 12:1-6