2 Usamuweli 12:19 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wabona uDavide ukuba abakhonzi bakhe bayasebezelana, waqonda uDavide ukuba ufile umntwana; wathi uDavide kubakhonzi bakhe, Ufile na umntwana?

2 Usamuweli 12

2 Usamuweli 12:16-20