2 Usamuweli 12:15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Waya uNatan endlwini yakhe.UYehova wamhlisela isifo umntwana abemzalelwe uDavide ngumkaUriya; wagula kakhulu.

2 Usamuweli 12

2 Usamuweli 12:8-19