2 Usamuweli 11:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UDavide wathi ku-Uriya, Yihla uye endlwini yakho, uhlambe iinyawo zakho. Waphuma u-Uriya endlwini yokumkani; kwaphuma emva kwakhe isipho sokumkani.

2 Usamuweli 11

2 Usamuweli 11:1-15