2 Usamuweli 11:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UDavide wathuma abathunywa, wamthabatha; weza ke yena kuye, walala naye. Akuba ezingcwalisile ebunqambini bakhe, wabuyela endlwini yakhe.

2 Usamuweli 11

2 Usamuweli 11:1-14