2 Usamuweli 10:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wabathabatha ke uHanun abakhonzi bakaDavide, wabaguya elinye icala leendevu zabo, wazicanda phakathi iingubo zabo ezinde, wada waya kuma ngemisekela, wabandulula ke.

2 Usamuweli 10

2 Usamuweli 10:3-8