Asaba ama-Aram ebusweni bamaSirayeli. UDavide wabulala kuma-Aram amakhulu asixhenxe abeenqwelo zokulwa, namashumi amané amawaka abamahashe. Waxabela noShobhaki, umthetheli womkhosi wawo, wafela khona.