2 Usamuweli 10:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwathi emveni kokuba njalo, wafa ukumkani woonyana baka-Amon; wangukumkani uHanun, unyana wakhe, esikhundleni sakhe.

2 Usamuweli 10

2 Usamuweli 10:1-3