2 Usamuweli 1:23 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

USawule noYonatan babeziinzwana, bethandeka ekudleni kwabo ubomi,Nasekufeni kwabo abahlukananga.Babenamendu ngaphezu kwamaxhalanga,Babenamandla ngaphezu kweengonyama.

2 Usamuweli 1

2 Usamuweli 1:19-27