2 Usamuweli 1:13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uDavide kwindodana ebimxelela, Ungowaphi na? Yathi, Ndingunyana wendoda engumhambi, umAmaleki.

2 Usamuweli 1

2 Usamuweli 1:6-16