2 Usamuweli 1:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ndema phezu kwakhe, ndambulala; ngokuba bendisazi ukuba akayi kuba saphila emva kokuwa kwakhe. Ndathabatha isithsaba esibe sisentlokweni yakhe, nesacholo esibe sisengalweni yakhe; ndizise zona apha kwinkosi yam.

2 Usamuweli 1

2 Usamuweli 1:1-12