2 Ookumkani 9:32 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wawaphakamisa uYehu amehlo akhe, wabheka efestileni, wathi, Ngubani na ongakum? Ngubani na? Kwalunguza ababusi ababini, abathathu.

2 Ookumkani 9

2 Ookumkani 9:29-37