2 Ookumkani 9:27 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UAhaziya ukumkani wakwaYuda, ekubonile oko, wasaba ngendlela yendlu yasemyezweni. UYehu wamsukela, wathi, Naye mgwazeleni enqwelweni yokulwa (kube kuseqhineni leGure elingaseIblam). Wasaba ke waya eMegido, wafela khona.

2 Ookumkani 9

2 Ookumkani 9:23-35