2 Ookumkani 9:24 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UYehu waqubula isaphetha sakhe, watsho kuYoram phakathi kwamagxa, utolo lwaphumela ephaphini lakhe, wee buthuthu enqwelweni yakhe.

2 Ookumkani 9

2 Ookumkani 9:19-34