2 Ookumkani 8:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wayibuza ukumkani intokazi leyo; yamxelela. Ukumkani wayinika umbusi othile, wathi, Yibuyisele zonke izinto zayo, nokutya konke kwentsimi yayo, kuthabathela kwimini eyemka ngayo kweli lizwe, kuzise nakweli xesha langoku.

2 Ookumkani 8

2 Ookumkani 8:2-8