2 Ookumkani 8:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Yayisukile ke intokazi leyo, yenza ngokwelizwi lomfo wakwaThixo, yahamba yona nendlu yayo, yaphambukela ezweni lamaFilisti iminyaka esixhenxe.

2 Ookumkani 8

2 Ookumkani 8:1-6