2 Ookumkani 8:19 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Noko uYehova ebengavumi ukulonakalisa elakwaYuda, ngenxa kaDavide umkhozi wakhe; njengoko wathethayo kuye, wathi wómnika isibane ngoonyana bakhe yonke imihla.

2 Ookumkani 8

2 Ookumkani 8:14-29