2 Ookumkani 7:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Afika ke loo madoda aneqhenqa ekupheleni kweminquba, angena kwenye intente, adla, asela, athabatha apho isilivere negolide neengubo, aya kuziqhusheka; abuya, angena kwenye intente, athabatha nakhona, aya kuqhusheka.

2 Ookumkani 7

2 Ookumkani 7:1-11