2 Ookumkani 7:13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Waphendula omnye wakubakhonzi bakhe, wathi, Makhe kuthatyathwe abe mahlanu kumahashe aseleyo, la aseleyo phakathi komzi (yabona, anjengengxokolo yonke yamaSirayeli eseleyo kuwo; yabona, anjengengxokolo yonke yakwaSirayeli ephelileyo), síwathume sibone.

2 Ookumkani 7

2 Ookumkani 7:11-20