2 Ookumkani 7:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Afika, abiza umlindi wesango lomzi, amxelela, athi, Sifiké eminqubeni yama-Aram, nanko kungekho mntu khona, nazwi lamntu, kuphela ingamahashe abotshelelweyo namaesile abotshelelweyo, neentente zinjengoko bezinjalo.

2 Ookumkani 7

2 Ookumkani 7:4-13