2 Ookumkani 6:30 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwathi, akuweva ukumkani amazwi entokazi leyo, wazikrazula iingubo zakhe; wayedlula phezu kodonga. Bakhangela abantu, nanko eneengubo ezirhwexayo ngaphantsi kwezinye enyameni yakhe.

2 Ookumkani 6

2 Ookumkani 6:28-31