2 Ookumkani 6:28 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi ukumkani kuyo, Ùhlelwe yintoni na? Wathi, Lo mfazi uthe kum, Ndínike unyana wakho, sidle yena namhla, sidle unyana wam ngomso.

2 Ookumkani 6

2 Ookumkani 6:21-33