2 Ookumkani 6:24 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwathi emva koko, wayihlanganisa uBhen-hadade, ukumkani wakwa-Aram, yonke impi yakhe, wenyuka wawungqinga umzi wakwaSamari.

2 Ookumkani 6

2 Ookumkani 6:22-31