2 Ookumkani 6:22 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi yena, Uze ungabaxabeli. Obathimbileyo ngekrele lakho nesaphetha sakho ubungábaxabelayo na? Beka isonka namanzi phambi kwabo, badle, basele, bahambe, baye enkosini yabo.

2 Ookumkani 6

2 Ookumkani 6:21-29