2 Ookumkani 6:20 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwathi, bakufika kwaSamari, wathi uElisha, Yehova, wavule amehlo aba bantu, babone. Wawavula uYehova amehlo abo, babona. Nanku, bephakathi komzi wakwaSamari.

2 Ookumkani 6

2 Ookumkani 6:18-23