2 Ookumkani 6:18 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Behla baya kuye, wathandaza uElisha kuYehova, wathi, Khawulubethe olu hlanga ngobumfama. Wababetha ke ngobumfama, ngokwelizwi likaElisha.

2 Ookumkani 6

2 Ookumkani 6:8-26