2 Ookumkani 5:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwathi, akuva uElisha, umfo wakwaThixo, ukuba ukumkani wakwaSirayeli uzikrazule iingubo zakhe, wathumela kukumkani wathi, Ùzikrazulele ntoni na iingubo zakho? Makeze kum, azi ukuba kukho umprofeti kwaSirayeli.

2 Ookumkani 5

2 Ookumkani 5:5-14