2 Ookumkani 5:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wayizisa incwadi kukumkani wakwaSirayeli, isithi, Kaloku ke, ekufikeni kwale ncwadi kuwe, yabona, ndikuthuméle uNahaman umkhonzi wam, ukuba umphilise eqhenqeni lakhe.

2 Ookumkani 5

2 Ookumkani 5:4-16