2 Ookumkani 5:26 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi kuye, Intliziyo yam ayihambanga nawe yini na, okuya yajikayo indoda enqwelweni yayo, yeza kukukhawulela? Lixesha yini na eli lokwamkela isilivere, nelokwamkela iingubo, neminquma, nezidiliya, nempahla emfutshane, neenkomo, nabakhonzi, nabakhonzazana?

2 Ookumkani 5

2 Ookumkani 5:20-27