2 Ookumkani 4:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Waya waxelela umfo wakwaThixo; wathi yena, Hamba uye kuthengisa ngeoli leyo, uhlawule ityala lakho, uphile wena noonyana bakho ngeseleyo.

2 Ookumkani 4

2 Ookumkani 4:3-10