2 Ookumkani 4:4-6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

4. ungene, uzivalele wena noonyana bakho, uthululele kwezo zitya zonke, uzishenxise ezizeleyo.

5. Wemka ke kuye, wazivalela, yena noonyana bakhe; bezisa kuye bona, wathulula yena.

6. Kwathi, zakuzala izitya, wathi kunyana wakhe, Zisa esinye isitya kum. Wathi yena kuye, Akusekho sitya: yanqamka ke ioli.

2 Ookumkani 4