2 Ookumkani 4:31 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UGehazi wagqithela phambili kubo, wafika wawubeka umsimelelo phezu kobuso benkwenkwe; akwabakho lizwi, akwabakho kushukuma. Wabuya waya kumkhawulela, wamxelela, wathi, Inkwenkwe ayivukanga.

2 Ookumkani 4

2 Ookumkani 4:28-40