2 Ookumkani 4:22 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wabiza indoda yakhe, wathi, Khawundithumele omnye wakubafana, nenye yeemazi zamaesile, khe ndithi gxada, ndiye kumfo wakwaThixo, ndibuye ndibuye.

2 Ookumkani 4

2 Ookumkani 4:15-32