2 Ookumkani 4:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uElisha kuye, Ndikwènzele ntoni na? Ndíxelele, unantoni na endlwini? Wathi, Umkhonzazana wakho akananto endlwini, kuphela ligubu leoli.

2 Ookumkani 4

2 Ookumkani 4:1-5