2 Ookumkani 4:16 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi, Mayela neli xesha nyakenye ùya kusingatha unyana. Wathi yena, Musa, nkosi yam, mfo wakwaThixo, musa ukuthetha amanga kumkhonzazana wakho.

2 Ookumkani 4

2 Ookumkani 4:15-24