2 Ookumkani 4:13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wambiza; wema phambi kwakhe. Wathi kuye, Khawuthi kuye, Uyabona, ùsinyamekele ngayo yonke le nyameko; unga ungenzelwa ntoni na ke? Unelizwi ongalenzelwayo na kukumkani, nokuba kukumthetheli-mkhosi? Wathi yena, Ndihleli phakathi kwabantu bakowethu.

2 Ookumkani 4

2 Ookumkani 4:3-18