2 Ookumkani 3:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Waya wathumela kuYehoshafati, ukumkani wakwaYuda, esithi, Ukreqile kum ukumkani wakwaMowabhi; wóhamba na nam siye kulwa namaMowabhi? Wathi, Ndonyuka ndiye; ndìnjengoko unjalo; abantu bam banjengoko banjalo abantu bakho; amahashe am anjengoko anjalo amahashe akho.

2 Ookumkani 3

2 Ookumkani 3:4-8