2 Ookumkani 3:26 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wabona ukumkani wamaMowabhi, ukuba impi imkhulele, wathabathela kuye amadoda angamakhulu asixhenxe arhola ikrele, ukuba atyhudise, abheke kukumkani wakwaEdom; ákaba nako.

2 Ookumkani 3

2 Ookumkani 3:20-27