2 Ookumkani 3:24 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Afika ke emkhosini wakwaSirayeli; asuka amaSirayeli, awaxabela amaMowabhi, asaba wona ebusweni bawo, alingenela ilizwe, ehamba ewaxabela amaMowabhi.

2 Ookumkani 3

2 Ookumkani 3:16-27