2 Ookumkani 25:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wagqojozwa umzi, asaba onke amadoda okulwa ngobusuku, ngendlela yesango eliphakathi kweendonga zombini, elisemyezweni wokumkani (aye amaKaledi ewujikelezile umzi); wahamba ukumkani ngendlela yaseArabha.

2 Ookumkani 25

2 Ookumkani 25:1-13