2 Ookumkani 25:22 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke abantu abasaláyo ezweni lakwaYuda, awabasalisayo uNebhukadenetsare, ukumkani waseBhabheli, wabamisela umphathi onguGedaliya, unyana ka-Ahikam, unyana kaShafan.

2 Ookumkani 25

2 Ookumkani 25:19-29