2 Ookumkani 24:18 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UZedekiya ubeminyaka imashumi mabini anamnye ezelwe, ukuba ngukumkani kwakhe; waba neminyaka elishumi elinamnye engukumkani eYerusalem. Igama lonina belinguHamutali, intombi kaYeremiya waseLibhena.

2 Ookumkani 24

2 Ookumkani 24:16-20